Bíblia On Line - Informação bíblica de confiança
Bíblia OnLine
Nova Pesquisa         Todo o Livro         Todo o Capítulo

   Versão: Afrikaanse: Xhosa
 
Filipenses 2:1 Ukuba ke ngoko kukho usizo kuKristu, ukuba kukho ukhuzo lothando, ukuba kukho ubudlelane boMoya,    
Filipenses 2:2 ukuba kukho imfesane neemfefe, luzaliseni uvuyo lwam, ukuze nicinge nto-nye, ninaluthando lunye, ninamphefumlo mnye, nicinga nto-nye;    
Filipenses 2:3 ningenzi nanye into ngokweyelenqe, nangokozuko olulambathayo. Yithini ngokuthobeka kwentliziyo omnye ambalele omnye ekuthini nguyena wongamileyo kunaye.    
Filipenses 2:4 Makangathi elowo axunele kwezakhe izinto zodwa, elowo makaxunele nakwezabanye.    
Filipenses 2:5 Yibani nale ngcinga kuni, wayenayo kuye uKristu Yesu:    


Veja também: CvvNet



Página anterior    [ 1 ]    Última página